Duteronomi 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ofanelwe kukufa wobulawa ngomlomo wamangqina amabini nokuba ngamangqina amathathu.+ Makangabulawa ngomlomo wengqina elinye.+ Duteronomi 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ze kungesuki kuwe ngqina linye ngenxa yayo nasiphi na isiphoso okanye nasiphi na isono somntu,+ nokuba sisiphi na isono asenzileyo. Lifanele ilizwi limiswe ngomlomo wamangqina amabini okanye ngomlomo wamangqina amathathu.+ Mateyu 18:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa ukuba akaphulaphuli, thabatha omnye okanye ababini, ukuze wonke umbandela umiselwe ngomlomo wamangqina amabini okanye amathathu.+ Yohane 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kanjalo, eMthethweni wenu kubhaliwe kwathiwa, ‘Ubungqina babantu ababini buyinyaniso.’+ 2 Korinte 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Esi sisihlandlo sesithathu+ ndisiza kuni. “Wonke umbandela umele umiselwe ngomlomo wamangqina amabini okanye amathathu.”+ 1 Timoti 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Musa ukusivuma isimangalo esinxamnye nendoda enkulu, kuphela ngaphandle kwangobungqina bamangqina amabini okanye amathathu.+ Hebhere 10:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Nawuphi na umntu oye wagatya umthetho kaMoses ufa ngaphandle kwemfesane, ngobungqina bababini okanye abathathu.+
6 Ofanelwe kukufa wobulawa ngomlomo wamangqina amabini nokuba ngamangqina amathathu.+ Makangabulawa ngomlomo wengqina elinye.+
15 “Ze kungesuki kuwe ngqina linye ngenxa yayo nasiphi na isiphoso okanye nasiphi na isono somntu,+ nokuba sisiphi na isono asenzileyo. Lifanele ilizwi limiswe ngomlomo wamangqina amabini okanye ngomlomo wamangqina amathathu.+
16 Kodwa ukuba akaphulaphuli, thabatha omnye okanye ababini, ukuze wonke umbandela umiselwe ngomlomo wamangqina amabini okanye amathathu.+
13 Esi sisihlandlo sesithathu+ ndisiza kuni. “Wonke umbandela umele umiselwe ngomlomo wamangqina amabini okanye amathathu.”+
19 Musa ukusivuma isimangalo esinxamnye nendoda enkulu, kuphela ngaphandle kwangobungqina bamangqina amabini okanye amathathu.+
28 Nawuphi na umntu oye wagatya umthetho kaMoses ufa ngaphandle kwemfesane, ngobungqina bababini okanye abathathu.+