1 Kumkani 21:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nihlalise phambi kwakhe, amadoda amabini+ angamatshivela,+ wona anikele ubungqina nxamnye naye,+ athi, ‘Umqalekisile uThixo nokumkani!’+ Nize nimkhuphe nimxulube ade afe.”+ Mateyu 18:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa ukuba akaphulaphuli, thabatha omnye okanye ababini, ukuze wonke umbandela umiselwe ngomlomo wamangqina amabini okanye amathathu.+ Mateyu 26:60 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 60 kodwa abazange bafumane nabunye, nangona kweza amangqina obuxoki amaninzi ngaphambili.+ Kamva kweza ngaphambili amabini Yohane 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kanjalo, eMthethweni wenu kubhaliwe kwathiwa, ‘Ubungqina babantu ababini buyinyaniso.’+ 2 Korinte 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Esi sisihlandlo sesithathu+ ndisiza kuni. “Wonke umbandela umele umiselwe ngomlomo wamangqina amabini okanye amathathu.”+ 1 Timoti 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Musa ukusivuma isimangalo esinxamnye nendoda enkulu, kuphela ngaphandle kwangobungqina bamangqina amabini okanye amathathu.+ Hebhere 10:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Nawuphi na umntu oye wagatya umthetho kaMoses ufa ngaphandle kwemfesane, ngobungqina bababini okanye abathathu.+
10 Nihlalise phambi kwakhe, amadoda amabini+ angamatshivela,+ wona anikele ubungqina nxamnye naye,+ athi, ‘Umqalekisile uThixo nokumkani!’+ Nize nimkhuphe nimxulube ade afe.”+
16 Kodwa ukuba akaphulaphuli, thabatha omnye okanye ababini, ukuze wonke umbandela umiselwe ngomlomo wamangqina amabini okanye amathathu.+
60 kodwa abazange bafumane nabunye, nangona kweza amangqina obuxoki amaninzi ngaphambili.+ Kamva kweza ngaphambili amabini
13 Esi sisihlandlo sesithathu+ ndisiza kuni. “Wonke umbandela umele umiselwe ngomlomo wamangqina amabini okanye amathathu.”+
19 Musa ukusivuma isimangalo esinxamnye nendoda enkulu, kuphela ngaphandle kwangobungqina bamangqina amabini okanye amathathu.+
28 Nawuphi na umntu oye wagatya umthetho kaMoses ufa ngaphandle kwemfesane, ngobungqina bababini okanye abathathu.+