Genesis 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye, ngapha koko, ndiya kulibiza igazi lemiphefumlo yenu. Ndiya kulibiza esandleni sazo zonke izidalwa eziphilayo; nasesandleni somntu, ndiwubize umphefumlo womntu esandleni sakhe ngamnye ongumzalwana wakhe.+ Eksodus 21:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ukuba ke umntu uye wavutha ngumsindo ngakwidlelane lakhe ngokokude alibulale ngobuqhophololo,+ uze umsuse nasesibingelelweni sam ukuze afe.+ Duteronomi 19:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ze lingabi nasizi iliso lakho ngaye,+ yaye umele ulisuse ityala legazi elimsulwa kwaSirayeli,+ ukuze kulunge kuwe.
5 Yaye, ngapha koko, ndiya kulibiza igazi lemiphefumlo yenu. Ndiya kulibiza esandleni sazo zonke izidalwa eziphilayo; nasesandleni somntu, ndiwubize umphefumlo womntu esandleni sakhe ngamnye ongumzalwana wakhe.+
14 Ukuba ke umntu uye wavutha ngumsindo ngakwidlelane lakhe ngokokude alibulale ngobuqhophololo,+ uze umsuse nasesibingelelweni sam ukuze afe.+
13 Ze lingabi nasizi iliso lakho ngaye,+ yaye umele ulisuse ityala legazi elimsulwa kwaSirayeli,+ ukuze kulunge kuwe.