Numeri 15:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “‘Kodwa wona umphefumlo owenza okuthile ngabom,+ enoba yinzalelwane okanye ngumphambukeli, ngokuthi utshabhise uYehova,+ loo mphefumlo umele unqunyulwe ungabikho phakathi kwabantu bakowawo.+ Duteronomi 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kodwa ukuba umntu uthe walithiya+ idlelane lakhe, walilalela, wasuka walibetha, wawubulala umphefumlo walo,+ waza umntu lowo wasabela kwesinye sezi zixeko, 2 Samuweli 3:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Xa uAbhinere wabuyela eHebron,+ uYowabhi ke wamthabathela bucala ngaphakathi kwesango ukuze athethe naye ngasese.+ Noko ke, wamhlaba esiswini,+ ngokokuze afe ngenxa yegazi lika-Asaheli+ umntakwabo. 1 Yohane 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Lowo umthiyileyo+ umzalwana wakhe usisibulala-mntu,+ yaye niyazi ukuba akukho sibulala-mntu+ sinobomi obungunaphakade obuhleliyo kuso.+
30 “‘Kodwa wona umphefumlo owenza okuthile ngabom,+ enoba yinzalelwane okanye ngumphambukeli, ngokuthi utshabhise uYehova,+ loo mphefumlo umele unqunyulwe ungabikho phakathi kwabantu bakowawo.+
11 “Kodwa ukuba umntu uthe walithiya+ idlelane lakhe, walilalela, wasuka walibetha, wawubulala umphefumlo walo,+ waza umntu lowo wasabela kwesinye sezi zixeko,
27 Xa uAbhinere wabuyela eHebron,+ uYowabhi ke wamthabathela bucala ngaphakathi kwesango ukuze athethe naye ngasese.+ Noko ke, wamhlaba esiswini,+ ngokokuze afe ngenxa yegazi lika-Asaheli+ umntakwabo.
15 Lowo umthiyileyo+ umzalwana wakhe usisibulala-mntu,+ yaye niyazi ukuba akukho sibulala-mntu+ sinobomi obungunaphakade obuhleliyo kuso.+