IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 18:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Nali ke ilungelo eliyimfanelo yababingeleli eliphuma ebantwini, eliphuma kwabo babingelela ixhoba eliyinkunzi yenkomo okanye imvu: Bomnika umbingeleli umkhono nemihlathi neswili.

  • Hezekile 44:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Umnikelo wokudla okuziinkozo nomnikelo wesono nomnikelo wetyala—bona baya kudla yona.+ Nayo yonke into enikelweyo kwaSirayeli—iya kuba yeyabo.+

  • 1 Korinte 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Anazi na ukuba abantu abenza imisebenzi engcwele batya+ izinto ezisetempileni, yaye abo bakhonza rhoqo+ esibingelelweni baba nesahlulo sabo kunye nesibingelelo?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share