Eksodus 30:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Xa ubala inani loonyana bakaSirayeli,+ ngoko ngamnye kubo makanikele intlawulelo yomphefumlo wakhe kuYehova ekubalweni kwabo,+ ukuze kungabikho sibetho kubo ekubalweni kwabo.+
12 “Xa ubala inani loonyana bakaSirayeli,+ ngoko ngamnye kubo makanikele intlawulelo yomphefumlo wakhe kuYehova ekubalweni kwabo,+ ukuze kungabikho sibetho kubo ekubalweni kwabo.+