IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 24:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yaza intliziyo kaDavide yambetha+ emva kokuba ebabalile abantu. Ngoko wathi uDavide kuYehova: “Ndonile+ kakhulu ngoko ndikwenzileyo. Ke kaloku, Yehova, khawuncede, usidlulise isiphoso somkhonzi wakho;+ kuba ndenze ngobudenge obukhulu.”+

  • 2 Samuweli 24:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Wandula ke uYehova wathumela indyikitya yokufa+ kwaSirayeli ukususela kusasa kwada kwalixesha elimisiweyo, kangangokuba kwafa ebantwini ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha+ amashumi asixhenxe amawaka abantu.+

  • 1 Kronike 21:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 enoba yiminyaka emithathu yendlala;+ okanye ziinyanga ezintathu zokuba utshayelwe phambi kweentshaba zakho+ nokuba ufikelwe likrele leentshaba zakho, okanye iintsuku ezintathu zekrele likaYehova,+ kwanendyikitya yokufa,+ elizweni, ingelosi kaYehova iwonakalise+ wonke ummandla kaSirayeli.’ Ke kaloku bona ukuba ndifanele ndimphendule ndithini na Lowo undithumileyo.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share