IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 7:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Izandla zakhe zolizisa inqatha+ eliphezu kwencum libe ngumnikelo wasemlilweni kuYehova. Wolizisa kunye nencum ukuba litshangatshangiswe njengomnikelo otshangatshangiswayo+ phambi koYehova.

  • Levitikus 8:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Emva koko wazibeka ezo zinto entendeni ka-Aron nasentendeni yoonyana bakhe waza wazitshangatshangisa zaba ngumnikelo otshangatshangiswayo phambi koYehova.+

  • Numeri 8:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngoko ke bazisulungekisa+ abaLevi baza bahlamba nezambatho zabo, waza uAron wabatshangazisa njengomnikelo otshangatshangiswayo phambi koYehova.+ Wandula ke uAron wabacamagushela ukuze bahlambuluke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share