Genesis 21:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yahlala kwintlango yaseParan,+ yaye unina wayithabathela umfazi ezweni laseYiputa. Numeri 12:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Emva koko banduluka abantu eHatseroti+ baya kumisa iinkampu entlango yaseParan.+ Numeri 13:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngoko ahamba afika kuMoses nakuAron nakwindibano yonke yoonyana bakaSirayeli entlango yaseParan, eKadeshe.+ Azisa ilizwi kubo nakuyo yonke indibano, ababonisa neziqhamo zelizwe elo. Duteronomi 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 kwaye kuziintsuku ezilishumi elinanye ukusuka eHorebhe ngendlela yeNtaba iSehire ukuya eKadeshe-bharneya.+
26 Ngoko ahamba afika kuMoses nakuAron nakwindibano yonke yoonyana bakaSirayeli entlango yaseParan, eKadeshe.+ Azisa ilizwi kubo nakuyo yonke indibano, ababonisa neziqhamo zelizwe elo.
2 kwaye kuziintsuku ezilishumi elinanye ukusuka eHorebhe ngendlela yeNtaba iSehire ukuya eKadeshe-bharneya.+