Numeri 13:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngoko ahamba afika kuMoses nakuAron nakwindibano yonke yoonyana bakaSirayeli entlango yaseParan, eKadeshe.+ Azisa ilizwi kubo nakuyo yonke indibano, ababonisa neziqhamo zelizwe elo. Duteronomi 9:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Nasekunisuseni kukaYehova eKadeshe-bharneya,+ esithi, ‘Nyukani nilidle ilifa ilizwe elo ndiya kuninika lona ngokuqinisekileyo!’ nawuvukela umyalelo kaYehova uThixo wenu,+ anabonisa lukholo kuye,+ analiphulaphula ilizwi lakhe.+ Yoshuwa 14:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndandineminyaka engamashumi amane ubudala xa uMoses umkhonzi kaYehova wandithuma eKadeshe-bharneya ukuba ndiye kuhlola ilizwe,+ kwaye ndambuyisela ilizwi kanye njengoko lalinjalo entliziyweni yam.+
26 Ngoko ahamba afika kuMoses nakuAron nakwindibano yonke yoonyana bakaSirayeli entlango yaseParan, eKadeshe.+ Azisa ilizwi kubo nakuyo yonke indibano, ababonisa neziqhamo zelizwe elo.
23 Nasekunisuseni kukaYehova eKadeshe-bharneya,+ esithi, ‘Nyukani nilidle ilifa ilizwe elo ndiya kuninika lona ngokuqinisekileyo!’ nawuvukela umyalelo kaYehova uThixo wenu,+ anabonisa lukholo kuye,+ analiphulaphula ilizwi lakhe.+
7 Ndandineminyaka engamashumi amane ubudala xa uMoses umkhonzi kaYehova wandithuma eKadeshe-bharneya ukuba ndiye kuhlola ilizwe,+ kwaye ndambuyisela ilizwi kanye njengoko lalinjalo entliziyweni yam.+