Duteronomi 1:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 owayehamba phambi kwenu endleleni ukuba anihlolele indawo yokumisa iinkampu zenu,+ ngomlilo ebusuku ukuze anibonise indlela enohamba ngayo nangelifu ngexesha lasemini.+ Yoshuwa 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 aza ayalela abantu, esithi: “Nakuyibona ityeya yomnqophiso kaYehova uThixo wenu, nababingeleli, abaLevi, beyithwele,+ niya kwandula nani ngokwenu ninduluke endaweni yenu, yaye nimele niyilandele, Yoshuwa 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 —kuphela nje makubekho umgama phakathi kwenu nayo omalunga nomlinganiselo ongamawaka amabini eekubhite;+ ningasondeli kuyo—ukuze niyazi indlela enifanele nihambe ngayo, kuba anizange nidlule kuloo ndlela ngaphambili.”
33 owayehamba phambi kwenu endleleni ukuba anihlolele indawo yokumisa iinkampu zenu,+ ngomlilo ebusuku ukuze anibonise indlela enohamba ngayo nangelifu ngexesha lasemini.+
3 aza ayalela abantu, esithi: “Nakuyibona ityeya yomnqophiso kaYehova uThixo wenu, nababingeleli, abaLevi, beyithwele,+ niya kwandula nani ngokwenu ninduluke endaweni yenu, yaye nimele niyilandele,
4 —kuphela nje makubekho umgama phakathi kwenu nayo omalunga nomlinganiselo ongamawaka amabini eekubhite;+ ningasondeli kuyo—ukuze niyazi indlela enifanele nihambe ngayo, kuba anizange nidlule kuloo ndlela ngaphambili.”