Genesis 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Emva kwezi zinto kwafika ilizwi likaYehova kuAbram embonweni,+ lisithi: “Musa ukoyika,+ Abram. Ndilikhaka lakho.+ Umvuzo wakho uya kuba mkhulu kakhulu.”+ Genesis 46:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathetha ke uThixo kuSirayeli emibonweni yasebusuku, wathi:+ “Yakobi, Yakobi!” waza wathi yena: “Ndilapha!”+ Eksodus 24:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Akasolulanga isandla sakhe nxamnye namadoda lawo abalaseleyo oonyana bakaSirayeli,+ kodwa abona umbono woTHIXO oyinyaniso+ aza adla, asela.+ Yobhi 33:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ephupheni,+ embonweni+ wasebusuku,Xa abantu befikelwe bubuthongo obunzulu,Xa besozela emandlalweni.+
15 Emva kwezi zinto kwafika ilizwi likaYehova kuAbram embonweni,+ lisithi: “Musa ukoyika,+ Abram. Ndilikhaka lakho.+ Umvuzo wakho uya kuba mkhulu kakhulu.”+
2 Wathetha ke uThixo kuSirayeli emibonweni yasebusuku, wathi:+ “Yakobi, Yakobi!” waza wathi yena: “Ndilapha!”+
11 Akasolulanga isandla sakhe nxamnye namadoda lawo abalaseleyo oonyana bakaSirayeli,+ kodwa abona umbono woTHIXO oyinyaniso+ aza adla, asela.+
15 Ephupheni,+ embonweni+ wasebusuku,Xa abantu befikelwe bubuthongo obunzulu,Xa besozela emandlalweni.+