Levitikus 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+ Levitikus 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Wothabatha ugcedevu+ luzele ngamalahle avuthayo omlilo esibingelelweni+ phambi koYehova, azalise izandla zakhe+ ngesiqhumiso sobulawu esicolekileyo,+ azingenise ngaphakathi kwekhuselo.+ Hebhere 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa ngemva kwekhuselo+ lesibini kwakukho icandelo lentente elibizwa ngokuthi “eYona Ngcwele.”+ Hebhere 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 kodwa kwicandelo lesibini ngumbingeleli omkhulu yedwa ongenayo kanye ngonyaka,+ kungekhona ngaphandle kwegazi,+ alinikela ngenxa yakhe+ nangenxa yezono ezenziwa ngabantu ngokungazi.+
2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+
12 “Wothabatha ugcedevu+ luzele ngamalahle avuthayo omlilo esibingelelweni+ phambi koYehova, azalise izandla zakhe+ ngesiqhumiso sobulawu esicolekileyo,+ azingenise ngaphakathi kwekhuselo.+
7 kodwa kwicandelo lesibini ngumbingeleli omkhulu yedwa ongenayo kanye ngonyaka,+ kungekhona ngaphandle kwegazi,+ alinikela ngenxa yakhe+ nangenxa yezono ezenziwa ngabantu ngokungazi.+