IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 30:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Wahlabela mgama wathi uYehova kuMoses: “Zithabathele ubulawu:+ amafutha estorakisi neonika negalebhana yobulawu nentlaka yokuqhumisa esulungekileyo.+ Mazibe yimilinganiselo elinganayo.

  • Eksodus 30:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Woyiguba inxalenye yawo ibe ngumgubo ocolekileyo uze uyibeke phambi kweSingqino ententeni yokuhlangana,+ apho ndiya kuhlangana nawe khona.+ Yoba yeyona ingcwele kuni.

  • IZenzo 10:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Wayondela waza, esothuka, wathi: “Yintoni na, Nkosi?” Yathi kuye: “Imithandazo yakho+ nezipho zenceba zinyuke njengesikhumbuzo phambi koThixo.+

  • ISityhilelo 5:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yathi yakuwuthabatha umsongo, izidalwa eziphilayo ezine nabadala+ abangamashumi amabini anesine bawa phantsi phambi kweMvana, ngamnye enohadi+ nezitya zegolide ezazizele ziziqhumiso, kwaye iziqhumiso+ zithetha imithandazo+ yabo bangcwele.

  • ISityhilelo 8:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kwafika enye ingelosi yaza yema esibingelelweni,+ inesitya sesiqhumiso segolide; yanikwa isiqhumiso+ esininzi ukuba isinikele kunye nemithandazo yabo bonke abo bangcwele phezu kwesibingelelo segolide esasiphambi kwetrone.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share