Yohane 12:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 ngenxa yokuba andithethanga ngokwentshukumisa yam, kodwa uBawo ondithumileyo undinike umyalelo mayela noko mandikuxele noko mandikuthethe.+ Yohane 15:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Andisanibizi ngokuthi ningamakhoboka, ngenxa yokuba ikhoboka alikwazi okwenziwa yinkosi yalo. Kodwa ndinibize ngokuthi ningabahlobo,+ ngenxa yokuba zonke izinto endizive kuBawo ndinazisile.+ Hebhere 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 uye ekupheleni kwale mihla+ wathetha nathi ngoNyana,+ aye wammisela njengendlalifa yezinto zonke,+ nathe ngaye wenza+ iinkqubo zezinto.
49 ngenxa yokuba andithethanga ngokwentshukumisa yam, kodwa uBawo ondithumileyo undinike umyalelo mayela noko mandikuxele noko mandikuthethe.+
15 Andisanibizi ngokuthi ningamakhoboka, ngenxa yokuba ikhoboka alikwazi okwenziwa yinkosi yalo. Kodwa ndinibize ngokuthi ningabahlobo,+ ngenxa yokuba zonke izinto endizive kuBawo ndinazisile.+
2 uye ekupheleni kwale mihla+ wathetha nathi ngoNyana,+ aye wammisela njengendlalifa yezinto zonke,+ nathe ngaye wenza+ iinkqubo zezinto.