9 Ezi yaba zizixeko ezamiselwa bonke oonyana bakaSirayeli nomphambukeli ohlala njengomphambukeli phakathi kwabo, ukuze nabani na othe wabetha umphefumlo wawubulala engaqondanga+ asabele apho, ukuze angafi ngesandla somphindezeli wegazi de kube kukuma kwakhe phambi kwendibano.+