Numeri 35:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ziya kuba zizixeko zenu zokusabela kumphindezeli wegazi,+ ukuze singafi isibulala-mntu side sime phambi kwendibano eya kusigwebela.+ Numeri 35:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 iya kugweba indibano phakathi kobethileyo nomphindezeli wegazi ngokwezo zigwebo.+ Duteronomi 21:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Bofika ababingeleli, oonyana bakaLevi, ngokuba unyule bona uYehova uThixo wakho ukuba balungiselele kuye+ nokuba basikelele+ egameni likaYehova, kulanyulwe ngokomlomo wabo ukuphikisana konke okuphathelele nasiphi na isenzo sogonyamelo.+
12 Ziya kuba zizixeko zenu zokusabela kumphindezeli wegazi,+ ukuze singafi isibulala-mntu side sime phambi kwendibano eya kusigwebela.+
5 “Bofika ababingeleli, oonyana bakaLevi, ngokuba unyule bona uYehova uThixo wakho ukuba balungiselele kuye+ nokuba basikelele+ egameni likaYehova, kulanyulwe ngokomlomo wabo ukuphikisana konke okuphathelele nasiphi na isenzo sogonyamelo.+