INdumiso 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Uya kubatshabalalisa abo bathetha ubuxoki.+Umntu ophalaza igazi+ nonenkohliso+ uYehova uyamcekisa. INdumiso 55:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+ IZenzo 20:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngenxa yoko ndinibizela ukungqina kanye ngalo mhla ukuba ndimsulwa egazini+ labantu bonke,
23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+