Hezekile 33:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndakuthi kongendawo, ‘Wena ungendawo, ngokuqinisekileyo uya kufa!’+ kodwa usuke wena ungamlumkisi ongendawo endleleni yakhe,+ yena ekubeni engendawo uya kufa ngesiphoso sakhe,+ kodwa igazi lakhe ndiya kulibiza esandleni sakho. IZenzo 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa emva kokuqhubeka echasa yaye etshabhisa,+ wavuthulula izambatho+ zakhe waza wathi kuwo: “Igazi lenu+ malibe phezu kweentloko zenu. Mna ndimsulwa.+ Ukususela ngoku ndiza kuya kubantu beentlanga.”+ 2 Korinte 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Sivuleleni igumbi.+ Akukho bani simenze bubi, akukho bani simonakalisileyo, akukho bani simxhaphazileyo.+
8 Ndakuthi kongendawo, ‘Wena ungendawo, ngokuqinisekileyo uya kufa!’+ kodwa usuke wena ungamlumkisi ongendawo endleleni yakhe,+ yena ekubeni engendawo uya kufa ngesiphoso sakhe,+ kodwa igazi lakhe ndiya kulibiza esandleni sakho.
6 Kodwa emva kokuqhubeka echasa yaye etshabhisa,+ wavuthulula izambatho+ zakhe waza wathi kuwo: “Igazi lenu+ malibe phezu kweentloko zenu. Mna ndimsulwa.+ Ukususela ngoku ndiza kuya kubantu beentlanga.”+
2 Sivuleleni igumbi.+ Akukho bani simenze bubi, akukho bani simonakalisileyo, akukho bani simxhaphazileyo.+