Levitikus 24:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko othetha kakubi ngegama likaYehova makabulawe afe.+ Indibano iphela yomgibisela ngamatye. Umphambukeli kwanoyinzalelwane yenu othe wathetha kakubi ngalo iGama makabulawe.+ Yohane 10:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 AmaYuda amphendula athi: “Sikuxuluba, kungekhona ngenxa yomsebenzi omhle, kodwa ngenxa yokunyelisa,+ kwanangenxa yokuba wena, nangona ungumntu, uzenza uthixo.”+ IZenzo 7:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 Yaye emva kokumphosela ngaphandle kwesixeko+ bamgibisela ngamatye.+ Kwaye amangqina+ abeka izambatho zawo zangaphezulu ezinyaweni zomfana obizwa ngokuba nguSawule.+
16 Ngoko othetha kakubi ngegama likaYehova makabulawe afe.+ Indibano iphela yomgibisela ngamatye. Umphambukeli kwanoyinzalelwane yenu othe wathetha kakubi ngalo iGama makabulawe.+
33 AmaYuda amphendula athi: “Sikuxuluba, kungekhona ngenxa yomsebenzi omhle, kodwa ngenxa yokunyelisa,+ kwanangenxa yokuba wena, nangona ungumntu, uzenza uthixo.”+
58 Yaye emva kokumphosela ngaphandle kwesixeko+ bamgibisela ngamatye.+ Kwaye amangqina+ abeka izambatho zawo zangaphezulu ezinyaweni zomfana obizwa ngokuba nguSawule.+