IMizekeliso 23:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Musa ukuba phakathi kwabasela iwayini kakhulu,+ phakathi kwabadli benyama abangamadla-kudla.+ IMizekeliso 28:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Unyana oqondayo ugcina umthetho,+ kodwa oneqabane elilidla-kudla uthoba uyise.+