IMizekeliso 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ingumgculeli iwayini,+ singumxokozelisi isiselo esinxilisayo,+ yaye wonk’ ubani ohamba ebhaduliswa yiyo akalumkanga.+ Isaya 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yeha ke abo bavuka ekuseni ukuze bafune nje isiselo esinxilisayo,+ abazilazila kude kuhlwe ekutshoneni kwelanga ukuze batshiswe yiwayini!+ Roma 13:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Njengakwixesha lasemini masihambe ngokundilisekileyo,+ kungekhona kwiziyunguma nasezindywaleni,+ kungekhona kwiintlobano zesini ezingavumelekanga nakwihambo evakalala,+ kungekhona kwimbambano+ nekhwele. 1 Korinte 10:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko ke, enoba niyatya okanye niyasela okanye nenza nantoni na eyenye, zonke izinto zenzeleni uzuko lukaThixo.+ 1 Petros 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba lanele ixesha+ elidluleyo lokuba nisebenze ukuthanda kweentlanga+ xa naniqhubeka nezenzo zehambo evakalala,+ ezinkanukweni, ekuzinkcinkceni ngewayini,+ kwiziyunguma, ezindywaleni, nakunqulo-zithixo olungekho mthethweni.+
20 Ingumgculeli iwayini,+ singumxokozelisi isiselo esinxilisayo,+ yaye wonk’ ubani ohamba ebhaduliswa yiyo akalumkanga.+
11 Yeha ke abo bavuka ekuseni ukuze bafune nje isiselo esinxilisayo,+ abazilazila kude kuhlwe ekutshoneni kwelanga ukuze batshiswe yiwayini!+
13 Njengakwixesha lasemini masihambe ngokundilisekileyo,+ kungekhona kwiziyunguma nasezindywaleni,+ kungekhona kwiintlobano zesini ezingavumelekanga nakwihambo evakalala,+ kungekhona kwimbambano+ nekhwele.
31 Ngoko ke, enoba niyatya okanye niyasela okanye nenza nantoni na eyenye, zonke izinto zenzeleni uzuko lukaThixo.+
3 Kuba lanele ixesha+ elidluleyo lokuba nisebenze ukuthanda kweentlanga+ xa naniqhubeka nezenzo zehambo evakalala,+ ezinkanukweni, ekuzinkcinkceni ngewayini,+ kwiziyunguma, ezindywaleni, nakunqulo-zithixo olungekho mthethweni.+