IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Uze ungakrexezi.+

  • Levitikus 20:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “‘Indoda ekrexeza nomfazi wenye indoda ikrexeze nomfazi wedlelane layo.+ Makabulawe afe umkrexezi lowo, kwanomkrexezikazi.+

  • Malaki 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Ndiza kusondela kuni ukuba ndigwebe,+ yaye ndiza kuba lingqina elikhawulezayo+ nxamnye nabakhafuli,+ nabakrexezi,+ nabo bafunga ubuxoki,+ nabo baqhatha umqeshwa emvuzweni,+ nomhlolokazi+ nenkwenkwe engenayise,+ nabo bamgxothayo umphambukeli,+ ngoxa bengandoyiki mna,”+ utsho uYehova wemikhosi.

  • 1 Korinte 6:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Intoni! Anazi na ukuba abantu abangengomalungisa abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo?+ Ningalahlekiswa. Abahenyuzi,+ nabanquli-zithixo,+ nabakrexezi,+ namadoda agcinelwe iinjongo ezingezozamvelo,+ namadoda alala namadoda,+

  • 1 Korinte 6:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Sabani kulo uhenyuzo.+ Sonke esinye isono asenokusenza umntu singaphandle komzimba wakhe, kodwa lowo uqhelisela uhenyuzo wona nxamnye nomzimba wakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share