Genesis 34:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UShekem unyana kaHamore umHivi,+ isikhulu selo lizwe, wambona waza wamthabatha, walala naye, wamdlwengula.+ 2 Samuweli 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yena akazange avume ukuphulaphula ilizwi lakhe, kodwa wasebenzisa amandla ongamileyo kunawakhe waza wamthoba,+ walala naye.+
2 UShekem unyana kaHamore umHivi,+ isikhulu selo lizwe, wambona waza wamthabatha, walala naye, wamdlwengula.+
14 Yena akazange avume ukuphulaphula ilizwi lakhe, kodwa wasebenzisa amandla ongamileyo kunawakhe waza wamthoba,+ walala naye.+