IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 22:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Umphambukeli uze ungamdlakazelisi okanye umcinezele,+ kuba naningabaphambukeli nani ezweni laseYiputa.+

  • Yeremiya 7:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuba ukuba ngokuqinisekileyo niya kuzilungisa iindlela zenu nezenzo zenu, ukuba ngokuqinisekileyo niya kwenza okusesikweni phakathi komntu neqabane lakhe,+

  • Zekariya 7:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Gwebani ngokusesikweni;+ nize nibe nobubele bothando+ nenceba omnye nomnye;+

  • Malaki 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Ndiza kusondela kuni ukuba ndigwebe,+ yaye ndiza kuba lingqina elikhawulezayo+ nxamnye nabakhafuli,+ nabakrexezi,+ nabo bafunga ubuxoki,+ nabo baqhatha umqeshwa emvuzweni,+ nomhlolokazi+ nenkwenkwe engenayise,+ nabo bamgxothayo umphambukeli,+ ngoxa bengandoyiki mna,”+ utsho uYehova wemikhosi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share