INtshumayeli 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Musa ukuvumela umlomo wakho uyonise inyama yakho,+ ungatsho naphambi kwengelosi+ ukuthi oko bekuyimpazamo.+ Kutheni uTHIXO oyinyaniso efanele acaphuke ngenxa yelizwi lakho aze awonakalise umsebenzi wezandla zakho?+ Roma 1:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 bengenakuqonda,+ besaphula izivumelwano,+ bengenawo umsa wemvelo,+ bengenanceba.+ Yakobi 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko ke, ukuba ubani uyakwazi ukwenza okulungileyo kodwa angakwenzi,+ kusisono+ oko kuye.
6 Musa ukuvumela umlomo wakho uyonise inyama yakho,+ ungatsho naphambi kwengelosi+ ukuthi oko bekuyimpazamo.+ Kutheni uTHIXO oyinyaniso efanele acaphuke ngenxa yelizwi lakho aze awonakalise umsebenzi wezandla zakho?+