Levitikus 23:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “‘Ekuvuneni kwenu isivuno selizwe lenu, uze ungavuni ngokupheleleyo ekupheleni kwentsimi yakho, yaye ungayibhikici intsimi yakho.+ Ufanele ushiyele oxhwalekileyo+ nomphambukeli.+ NdinguYehova uThixo wakho.’” Rute 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye nifanele niqiniseke ukuba nimtsalela okuthile kwizithungu, nize nizishiye ngasemva ukuze abe nokuzibhikica,+ yaye ningamkhalimeli.” INdumiso 41:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Unoyolo nabani na onikela ingqalelo kwisisweli;+Ngomhla wentlekele uYehova uya kumsindisa.+
22 “‘Ekuvuneni kwenu isivuno selizwe lenu, uze ungavuni ngokupheleleyo ekupheleni kwentsimi yakho, yaye ungayibhikici intsimi yakho.+ Ufanele ushiyele oxhwalekileyo+ nomphambukeli.+ NdinguYehova uThixo wakho.’”
16 Kwaye nifanele niqiniseke ukuba nimtsalela okuthile kwizithungu, nize nizishiye ngasemva ukuze abe nokuzibhikica,+ yaye ningamkhalimeli.”