8 “Xa ithe yakunqabela indlela yokugweba umbandela othile,+ obandakanya ukuphalazwa kwegazi,+ okanye ibango elisemthethweni,+ okanye isenzo sogonyamelo, okanye impikiswano,+ emasangweni akho, uze usuke unyuke uye kuloo ndawo aya kuyinyula uYehova uThixo wakho,+