1 Kumkani 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wonke uSirayeli wasiva isigwebo+ esasenziwe ngukumkani; yaye boyika ngenxa kakumkani,+ kuba babona ukuba ubulumko+ bukaThixo babungaphakathi kuye ukuba aphumeze isigwebo. Isaya 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Fundani ukwenza okulungileyo;+ funani okusesikweni;+ lungisani umcinezeli;+ yigwebeleni inkwenkwe engenayise;+ gwebani ityala lomhlolokazi.”+ Yeremiya 5:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Batyebile;+ bayakhazimla. Baphuphuma izinto ezimbi. Ityala abaligwebi,+ kwanetyala lenkwenkwe engenayise,+ ukuze baphumelele;+ netyala lamahlwempu abaligwebi.’”
28 Wonke uSirayeli wasiva isigwebo+ esasenziwe ngukumkani; yaye boyika ngenxa kakumkani,+ kuba babona ukuba ubulumko+ bukaThixo babungaphakathi kuye ukuba aphumeze isigwebo.
17 Fundani ukwenza okulungileyo;+ funani okusesikweni;+ lungisani umcinezeli;+ yigwebeleni inkwenkwe engenayise;+ gwebani ityala lomhlolokazi.”+
28 Batyebile;+ bayakhazimla. Baphuphuma izinto ezimbi. Ityala abaligwebi,+ kwanetyala lenkwenkwe engenayise,+ ukuze baphumelele;+ netyala lamahlwempu abaligwebi.’”