Genesis 28:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko uIsake wamndulula uYakobi, waza wasinga ePadan-aram, kwaLabhan unyana kaBhetuweli umSiriya,+ umntakwabo Rebheka,+ unina kaYakobi noEsawu.+ Genesis 31:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Kwaba njalo kum le minyaka imashumi mabini ndisendlwini yakho. Ndakukhonza iminyaka elishumi elinesine ngenxa yeentombi zakho zombini neminyaka emithandathu ngenxa yomhlambi wakho, yaye uwutshintshe kalishumi umvuzo wam.+ Genesis 31:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Ukuba uTHIXO kabawo,+ uTHIXO ka-Abraham noMnkwantyisi kaIsake,+ ebengekho kwicala lam, ngewundindulule ndilambatha. UThixo uzibonile iintsizi zam nokubulaleka kwezandla zam, waza ke wakohlwaya phezolo.”+ Hoseya 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 UYakobi wabaleka waya kwintsimi yaseSiriya,+ uSirayeli+ wakhonza ngenxa yomfazi,+ yaye ngenxa yomfazi walusa izimvu.+
5 Ngoko uIsake wamndulula uYakobi, waza wasinga ePadan-aram, kwaLabhan unyana kaBhetuweli umSiriya,+ umntakwabo Rebheka,+ unina kaYakobi noEsawu.+
41 Kwaba njalo kum le minyaka imashumi mabini ndisendlwini yakho. Ndakukhonza iminyaka elishumi elinesine ngenxa yeentombi zakho zombini neminyaka emithandathu ngenxa yomhlambi wakho, yaye uwutshintshe kalishumi umvuzo wam.+
42 Ukuba uTHIXO kabawo,+ uTHIXO ka-Abraham noMnkwantyisi kaIsake,+ ebengekho kwicala lam, ngewundindulule ndilambatha. UThixo uzibonile iintsizi zam nokubulaleka kwezandla zam, waza ke wakohlwaya phezolo.”+
12 UYakobi wabaleka waya kwintsimi yaseSiriya,+ uSirayeli+ wakhonza ngenxa yomfazi,+ yaye ngenxa yomfazi walusa izimvu.+