Genesis 46:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waza wahlabela mgama wathi: “NdinguTHIXO oyinyaniso,+ uTHIXO kayihlo.+ Musa ukoyika ukuhla uye eYiputa, kuba ndiya kukwenza uhlanga olukhulu khona.+ IZenzo 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYakobi wehla waya eYiputa.+ Yaye wasweleka;+ ngokunjalo nookhokho bethu,+
3 Waza wahlabela mgama wathi: “NdinguTHIXO oyinyaniso,+ uTHIXO kayihlo.+ Musa ukoyika ukuhla uye eYiputa, kuba ndiya kukwenza uhlanga olukhulu khona.+