Eksodus 4:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Bakholwa abantu.+ Bathi bakuva ukuba uYehova uyiphethulele koonyana bakaSirayeli ingqalelo yakhe+ yaye uyibonile nenkxwaleko yabo,+ basuka bathoba baqubuda.+ IZenzo 7:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngokuqinisekileyo ndikubonile ukuphathwa kakubi kwabantu bam abaseYiputa,+ kwaye ndikuvile ukugcuma+ kwabo ndaza ndehla ukuze ndibahlangule.+ Yiza ke, ndikuthume eYiputa.’+
31 Bakholwa abantu.+ Bathi bakuva ukuba uYehova uyiphethulele koonyana bakaSirayeli ingqalelo yakhe+ yaye uyibonile nenkxwaleko yabo,+ basuka bathoba baqubuda.+
34 Ngokuqinisekileyo ndikubonile ukuphathwa kakubi kwabantu bam abaseYiputa,+ kwaye ndikuvile ukugcuma+ kwabo ndaza ndehla ukuze ndibahlangule.+ Yiza ke, ndikuthume eYiputa.’+