Duteronomi 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+ Duteronomi 28:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova wokumisa njengesizwana esingcwele kuye,+ kanye njengoko wakufungelayo,+ xa uthe wayigcina imiyalelo+ kaYehova uThixo wakho, wahamba ngeendlela zakhe.
6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+
9 UYehova wokumisa njengesizwana esingcwele kuye,+ kanye njengoko wakufungelayo,+ xa uthe wayigcina imiyalelo+ kaYehova uThixo wakho, wahamba ngeendlela zakhe.