Genesis 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ndiza kuwuphumeza umnqophiso wam ophakathi kwam nawe+ nembewu yakho emva kwakho ngokwezizukulwana zayo, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo,+ ukuze ndizingqine ndinguThixo kuwe nakwimbewu yakho emva kwakho.+ Eksodus 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye niya kuba bubukumkani kum nababingeleli nohlanga olungcwele.’+ Ngawo lawo amazwi oya kuwathetha koonyana bakaSirayeli.” Duteronomi 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa kwaba ngenxa yokunithanda kukaYehova,+ nangenxa yokusigcina kwakhe isifungo awasifungela ookhokho benu,+ le nto anikhuphe ngesandla esomeleleyo uYehova,+ wanikhulula endlwini yamakhoboka,+ esandleni sikaFaro ukumkani waseYiputa. Hebhere 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba xa uThixo wenza isithembiso sakhe kuAbraham,+ ekubeni kungekho nabani na omkhulu kunaye awayenokufunga+ ngaye, wafunga ngaye siqu,
7 “Ndiza kuwuphumeza umnqophiso wam ophakathi kwam nawe+ nembewu yakho emva kwakho ngokwezizukulwana zayo, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo,+ ukuze ndizingqine ndinguThixo kuwe nakwimbewu yakho emva kwakho.+
6 Yaye niya kuba bubukumkani kum nababingeleli nohlanga olungcwele.’+ Ngawo lawo amazwi oya kuwathetha koonyana bakaSirayeli.”
8 Kodwa kwaba ngenxa yokunithanda kukaYehova,+ nangenxa yokusigcina kwakhe isifungo awasifungela ookhokho benu,+ le nto anikhuphe ngesandla esomeleleyo uYehova,+ wanikhulula endlwini yamakhoboka,+ esandleni sikaFaro ukumkani waseYiputa.
13 Kuba xa uThixo wenza isithembiso sakhe kuAbraham,+ ekubeni kungekho nabani na omkhulu kunaye awayenokufunga+ ngaye, wafunga ngaye siqu,