IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 22:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 “Nize ningamxhwalekisi nabani na ongumhlolokazi okanye inkwenkwe engenayise.+

  • Duteronomi 10:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 ogwebela inkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+ othanda umphambukeli+ amnike isonka nengubo yokwaleka.

  • Duteronomi 24:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Uze ungasijiki isigwebo somphambukeli+ okanye esenkwenkwe engenayise,+ ungasithimbi njengesibambiso isambatho somhlolokazi.+

  • Malaki 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Ndiza kusondela kuni ukuba ndigwebe,+ yaye ndiza kuba lingqina elikhawulezayo+ nxamnye nabakhafuli,+ nabakrexezi,+ nabo bafunga ubuxoki,+ nabo baqhatha umqeshwa emvuzweni,+ nomhlolokazi+ nenkwenkwe engenayise,+ nabo bamgxothayo umphambukeli,+ ngoxa bengandoyiki mna,”+ utsho uYehova wemikhosi.

  • Yakobi 1:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Unqulo oluhlambulukileyo+ nolungadyobhekanga+ ngokwembono kaThixo noBawo wethu lulo olu: ukuvelela iinkedama+ nabahlolokazi+ embandezelweni yabo,+ nokuzigcina ungenabala+ kulo ihlabathi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share