IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 7:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Eneneni uYehova uThixo wakho wozinikela kuwe, aziphanzise ngophanziso olukhulu, zide zibhujiswe.+

  • 2 Kronike 14:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 UAsa nabantu ababenaye bawasukela baya kufikelela eGerare,+ yaye abo baseTiyopiya baqhubeka besiwa de akwabakho uphilayo kubo; kuba baqotywa phambi koYehova+ naphambi kwenkampu yakhe.+ Emva koko bathabatha amaxhoba amaninzi kakhulu.+

  • Hebhere 11:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 baphelisa amandla omlilo,+ basinda kuhlangothi lwekrele,+ bathi bekwimo yobuthathaka basuka benziwa baba namandla,+ baba nobukroti emfazweni,+ baphanzisa imikhosi yabasemzini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share