1 Kronike 20:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa uDavide wasithabatha isithsaba sikaMalekam entlokweni yakhe,+ wasifumanisa siyitalente yegolide ubunzima baso, yaye sasinamatye axabisekileyo; ibe saba sentlokweni kaDavide. Namaxhoba eso sixeko awaphuma nawo ayemaninzi kakhulu.+ IMizekeliso 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Olungileyo ushiyela oonyana boonyana ilifa, ubutyebi bomoni bugcinelwa ilungisa.+
2 Kodwa uDavide wasithabatha isithsaba sikaMalekam entlokweni yakhe,+ wasifumanisa siyitalente yegolide ubunzima baso, yaye sasinamatye axabisekileyo; ibe saba sentlokweni kaDavide. Namaxhoba eso sixeko awaphuma nawo ayemaninzi kakhulu.+