IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 11:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Ngokuba ndinguYehova uThixo wenu;+ ngoko nimele nizingcwalise nibe ngcwele,+ kuba ndingcwele mna.+ Nize ningayenzi ibe yengahlambulukanga imiphefumlo yenu ngaso nasiphi na isidalwa esinyakazelayo emhlabeni.

  • Duteronomi 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+

  • Isaya 61:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Nina ke, niya kubizwa ngokuba ngababingeleli bakaYehova;+ kuya kuthiwa+ ningabalungiseleli+ bakaThixo wethu. Niya kudla ubuncwane beentlanga,+ kwaye niya kuthetha ngochulumanco nizizukise ngazo.+

  • 1 Petros 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kodwa nina “nisisizwe esinyuliweyo, ububingeleli basebukhosini, uhlanga olungcwele,+ isizwana esisesakhe ngokukhethekileyo,+ ukuze nivakalise ngokubanzi iimbalasane”+ zalowo wanibizayo ukuba niphume ebumnyameni ningene ekukhanyeni kwakhe okungummangaliso.+

  • ISityhilelo 5:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 waza wabenza baba bubukumkani+ nababingeleli+ kuThixo+ wethu, yaye baza kulawula njengookumkani+ phezu komhlaba.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share