Levitikus 19:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Musani ukuphethukela kwizithixo ezingenaxabiso,+ yaye ningazenzeli oothixo abatyhidiweyo.+ NdinguYehova uThixo wenu. Duteronomi 11:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Lumkelani ukuba ingawexulwa intliziyo yenu,+ niphambuke nikhonze thixo bambi nize niqubude kubo,+ INdumiso 96:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+ 1 Korinte 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+
4 Musani ukuphethukela kwizithixo ezingenaxabiso,+ yaye ningazenzeli oothixo abatyhidiweyo.+ NdinguYehova uThixo wenu.
5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+
4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+