Duteronomi 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Kothi ukuba uthe wamlibala uYehova uThixo wakho, walandela thixo bambi, wabakhonza, waqubuda kubo, ndiyaningqinela namhlanje ukuba niya kutshabalala ngenene.+ Duteronomi 30:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Ke ukuba ithe yaphambuka intliziyo yakho waza akwaphulaphula,+ walukuhlwa, waqubuda kwabanye oothixo, wabakhonza,+
19 “Kothi ukuba uthe wamlibala uYehova uThixo wakho, walandela thixo bambi, wabakhonza, waqubuda kubo, ndiyaningqinela namhlanje ukuba niya kutshabalala ngenene.+
17 “Ke ukuba ithe yaphambuka intliziyo yakho waza akwaphulaphula,+ walukuhlwa, waqubuda kwabanye oothixo, wabakhonza,+