1 Samuweli 17:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Waza umFilisti wahlabela mgama wathi kuDavide: “Yiza kum apha, yaye ndiza kunika iintaka zezulu namarhamncwa asendle inyama yakho.”+ INdumiso 79:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Isidumbu sabakhonzi bakho basinikele kwiintaka zamazulu njengokudla,+Inyama yabanyanisekileyo bakho bayinika amarhamncwa omhlaba.+ Yeremiya 7:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kwaye izidumbu zesi sizwana zimele zibe kukutya kwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu nokwamarhamncwa omhlaba, kungekho bani uwenza angcangcazele.+
44 Waza umFilisti wahlabela mgama wathi kuDavide: “Yiza kum apha, yaye ndiza kunika iintaka zezulu namarhamncwa asendle inyama yakho.”+
2 Isidumbu sabakhonzi bakho basinikele kwiintaka zamazulu njengokudla,+Inyama yabanyanisekileyo bakho bayinika amarhamncwa omhlaba.+
33 Kwaye izidumbu zesi sizwana zimele zibe kukutya kwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu nokwamarhamncwa omhlaba, kungekho bani uwenza angcangcazele.+