2 Kronike 29:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yabona ookhokho bethu bawa likrele,+ oonyana bethu neentombi zethu nabafazi bethu bathinjwa ngenxa yoku.+ Yoweli 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 noonyana bakaYuda noonyana baseYerusalem nathengisa+ ngabo koonyana bamaGrike,+ ngenjongo yokubashenxisela kude nommandla wabo;+
9 Yabona ookhokho bethu bawa likrele,+ oonyana bethu neentombi zethu nabafazi bethu bathinjwa ngenxa yoku.+
6 noonyana bakaYuda noonyana baseYerusalem nathengisa+ ngabo koonyana bamaGrike,+ ngenjongo yokubashenxisela kude nommandla wabo;+