68 Ngokuqinisekileyo uYehova wokubuyisela eYiputa ngeenqanawa ngendlela endathi kuwe ngayo, ‘Anisayi kuphinda niyibone kwakhona,’+ kuze kufuneke nizithengise khona ezintshabeni zenu ukuba nibe ngamakhoboka nezicakakazi,+ kodwa kungabikho unithengayo.”