Levitikus 26:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ekuyaphuleni kwam intonga ekujingiswa kuyo izonka ezibusazinge,+ abafazi abalishumi baya kusibhaka isonka senu eontini enye baze basibuyise isonka senu besilinganisile;+ nidle kodwa ninganeli.+ Yeremiya 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ubuncwane nobutyebi bakho ndiya kubunikela ukuba buphangwe,+ kungekhona ngexabiso, kodwa ngazo zonke izono zakho, kuyo yonke imimandla yakho.+
26 Ekuyaphuleni kwam intonga ekujingiswa kuyo izonka ezibusazinge,+ abafazi abalishumi baya kusibhaka isonka senu eontini enye baze basibuyise isonka senu besilinganisile;+ nidle kodwa ninganeli.+
13 Ubuncwane nobutyebi bakho ndiya kubunikela ukuba buphangwe,+ kungekhona ngexabiso, kodwa ngazo zonke izono zakho, kuyo yonke imimandla yakho.+