IMizekeliso 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Indlebe evayo neliso elibonayo—uYehova uzenzile zombini.+ Isaya 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yenza intliziyo yesi sizwana ibe lukhuni,+ neendlebe zaso zenze zithi nkqi,+ vingca amehlo aso, ukuze singaboni ngamehlo aso, singeva nangeendlebe zaso, kuba hleze siqonde ngentliziyo yaso, sibuye, ndize ndisiphilise.”+ Marko 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ukuze, nakuba bekhangele, bakhangele ukanti bangaboni, yaye, nangona besiva, beve ukanti bangaqondi, nokuze bangaze babuye, baxolelwe.”+ Roma 11:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “UThixo ubanike umoya wobuthongo obunzulu,+ amehlo angaboniyo neendlebe ezingevayo, unanamhla.”+ Efese 4:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ngoxa zisebumnyameni ngengqondo,+ yaye zahlukanisiwe+ nobomi bukaThixo, ngenxa yokungazi okukuzo,+ ngenxa yokuqaqadeka+ kweentliziyo zazo.
10 Yenza intliziyo yesi sizwana ibe lukhuni,+ neendlebe zaso zenze zithi nkqi,+ vingca amehlo aso, ukuze singaboni ngamehlo aso, singeva nangeendlebe zaso, kuba hleze siqonde ngentliziyo yaso, sibuye, ndize ndisiphilise.”+
12 ukuze, nakuba bekhangele, bakhangele ukanti bangaboni, yaye, nangona besiva, beve ukanti bangaqondi, nokuze bangaze babuye, baxolelwe.”+
8 kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “UThixo ubanike umoya wobuthongo obunzulu,+ amehlo angaboniyo neendlebe ezingevayo, unanamhla.”+
18 ngoxa zisebumnyameni ngengqondo,+ yaye zahlukanisiwe+ nobomi bukaThixo, ngenxa yokungazi okukuzo,+ ngenxa yokuqaqadeka+ kweentliziyo zazo.