IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 4:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Wathi uYehova kuye: “Ngubani na owenze umlomo womntu nowenze isimumu okanye isithulu okanye obona kakuhle okanye imfama? Asindim na, mna Yehova?+

  • INdumiso 94:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Lowo utyala indlebe, akanakuva na?+

      Okanye Lowo uyila iliso, akanakukhangela na?+

  • IZenzo 26:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 ukuvula amehlo abo,+ ukubaphethula ebumnyameni,+ baye ekukhanyeni+ nakwigunya likaSathana,+ baye kuThixo, ukuze bamkele uxolelo lwezono+ nelifa+ phakathi kwabo bangcwaliswa+ ngokholo lwabo kum.’

  • Efese 1:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 ekhanyiselwe+ amehlo entliziyo yenu,+ ukuze nikwazi oko likuko ithemba+ anibizele kulo, oko bukuko ubutyebi+ obuzukileyo anabo njengelifa labo bangcwele,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share