Duteronomi 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwathi ngonyaka wamashumi amane,+ ngenyanga yeshumi elinanye, ngolokuqala enyangeni leyo, wathetha uMoses koonyana bakaSirayeli ngako konke uYehova awayemyalele kona ngabo,
3 Kwathi ngonyaka wamashumi amane,+ ngenyanga yeshumi elinanye, ngolokuqala enyangeni leyo, wathetha uMoses koonyana bakaSirayeli ngako konke uYehova awayemyalele kona ngabo,