Numeri 32:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko wavutha umsindo kaYehova kuSirayeli waza wababhadulisa entlango iminyaka engamashumi amane,+ sada saphela sonke isizukulwana esasisenza okubi emehlweni kaYehova.+ Numeri 33:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Wenyuka uAron umbingeleli waya eNtabeni yeHore ngokomyalelo kaYehova waza wafela khona ngonyaka wamashumi amane wokuphuma koonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa, ngenyanga yesihlanu, ngolokuqala enyangeni leyo.+
13 Ngoko wavutha umsindo kaYehova kuSirayeli waza wababhadulisa entlango iminyaka engamashumi amane,+ sada saphela sonke isizukulwana esasisenza okubi emehlweni kaYehova.+
38 Wenyuka uAron umbingeleli waya eNtabeni yeHore ngokomyalelo kaYehova waza wafela khona ngonyaka wamashumi amane wokuphuma koonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa, ngenyanga yesihlanu, ngolokuqala enyangeni leyo.+