ABagwebi 9:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Kwaye uAbhimeleki walwa nesixeko yonke loo mini waza wasithimba isixeko; wababulala abantu ababekuso,+ emva koko wasidiliza isixeko+ waza wasihlwayela ngetyuwa.+ INdumiso 107:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ilizwe elineziqhamo libe leletyuwa,+Ngenxa yobubi babo bahlala kulo. Yeremiya 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuqinisekileyo iya kuba njengomthi omi wodwa ethafeni eliyinkqantosi kwaye ayiyi kukubona ukufika koko kulungileyo;+ kodwa imele ihlale ezindaweni ezibharhileyo entlango, kwilizwe letyuwa elingenabemi.+
45 Kwaye uAbhimeleki walwa nesixeko yonke loo mini waza wasithimba isixeko; wababulala abantu ababekuso,+ emva koko wasidiliza isixeko+ waza wasihlwayela ngetyuwa.+
6 Ngokuqinisekileyo iya kuba njengomthi omi wodwa ethafeni eliyinkqantosi kwaye ayiyi kukubona ukufika koko kulungileyo;+ kodwa imele ihlale ezindaweni ezibharhileyo entlango, kwilizwe letyuwa elingenabemi.+