Yeremiya 22:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye baya kuthi: “Kungenxa yokuba bawushiyile umnqophiso kaYehova uThixo wabo+ baza baqalisa ukuqubuda kwabanye oothixo, babakhonza.”’+ Yeremiya 31:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 ungabi njengomnqophiso endawenza nookhokho babo ngomhla endababambayo ngesandla ndibakhupha kwilizwe laseYiputa,+ ‘mnqophiso lowo wam bawaphulayo bona,+ nangona mna ndandiyindoda engumnini wabo,’+ utsho uYehova.”
9 Yaye baya kuthi: “Kungenxa yokuba bawushiyile umnqophiso kaYehova uThixo wabo+ baza baqalisa ukuqubuda kwabanye oothixo, babakhonza.”’+
32 ungabi njengomnqophiso endawenza nookhokho babo ngomhla endababambayo ngesandla ndibakhupha kwilizwe laseYiputa,+ ‘mnqophiso lowo wam bawaphulayo bona,+ nangona mna ndandiyindoda engumnini wabo,’+ utsho uYehova.”